ISEBE LEZOBUGCISA NENKCUBEKO
UMNTU OFUMANA UNCEDO
iprojekthi
ISHISHINI LOMENZELI ELINGENISA ISINDULULO
UMENZELI OZALISEKISAYO (Ukuba ukho)
INKQUBO ENGENA KUYO IPROJEKTHI
Uphuhliso lwamashishini obugcisa
Uphuhliso lomculo
Iincwadi & nokupapashwa
Ifilimu nevidiyo
Uyilo
Ukwenza ubugcisa
Uphuhliso lwelifa
Iiprojethi zendawo yokulondoloza izibhalo ezibalulekileyo
Ubugcisa boluntu/basekuhlaleni
Ukhenketho lobugcisa
Uhlanganiso lophuhliso lwamaphandle nenkqubo yokuhlaziya idolophu
Inzululwazi ngeembasa nangemilibo yezikhulu
Amathala eencwadi
Ulwimi
Isishwankathelo
zingabi ngaphezulu kwesi-,
AMAXESHA EPROJETHI ACETYISIWEYO/ANDULULIWEYO KUNYE NEEMPUMELELO EZINGUNDOQO (Nini?)
Bangaphi abangxungxileyo?
Bangaphi abasisigxina?
INGABA UFUNA UQEQESHO?
Chaza uhlobo loqeqesho olufunayo
UKUTHATHA INXAXHEBA KOLUNTU KWIPROJEKTHI/ UKUXHOTYISWA KWABAFAZI NOLUTSHA
INKCAZELO EMFUTSHANE YABANTU, OOMATSHINI NEZIXHOBO ABAFUNEKA KWIPROJEKTHI (Abaqeshwa nezixhobo)
NGUBANI OZA KUTHATHA UXANDUVA LOKUSEBENZA OKULANDELAYO NOGCINO?
IMALI ECELIWEYO/ENIKIWEYO
Enye imali (Bonisa eminye imithombo)
Iyonke
UKWAHLULA UQINGQO-MALI LWESI SICELO (ukuba kukho)
Uqeqesho nobuchule bokwakha
Ukwaziwa nguwonke-wonke, ulwazi norhwebo
Umrhumo womcebisi
Oomatshini nezixhobo
Imivuzo
Okunye (balula) ...
Okunye (balula) ...
Okunye (balula) ...
Okunye (balula) ...
Iyonke
UKUSAYINWA NGURHULUMENTE WASEKHAYA/WEPHONDO
ISITAMPU SASEBURHULUMENTENI
Igama:
Isikhundla :
Iseli:
I-imeyile:
Ifeksi :
Umhla:
Umntu osayine isigqibo
Ulwazi olongezelelweyo olufunwayo
Amagqabantshintshi
Imali enikiweyo
Umhla
Ukusayinwa
